Isikhundla Sababhalialt - Indawo yokulondoloza izinto ezibalulekileyo
Tuis /
Home
Briewe /
Letters
Kennisgewings /
Notices
Skakels /
Links
Nuus /
News
Fiksie /
Fiction
PoŽsie /
Poetry
Taaldebat /
Language debate
Opiniestukke /
Essays
Boeke /
Books
Film /
Film
Teater /
Theatre
Musiek /
Music
Slypskole /
Workshops
Opvoedkunde /
Education
Artikels /
Features
Visueel /
Visual
Expatliteratuur /
Expat literature
Gayliteratuur /
Gay literature
Xhosa
Zulu
Nederlands /
Dutch
Rubrieke /
Columns
Geestelike literatuur /
Religious literature
Hygliteratuur /
Erotic literature
Sport
Wie is ons? /
More on LitNet
LitNet is ’n onafhanklike joernaal op die Internet, en word as gesamentlike onderneming deur Ligitprops 3042 BK en Media24 bedryf.

Arts & Culture Trust of the President

Utitshala

NguKhwezi Diwu

Wofik’ uzimisele, ume ngokuzithanda,
Wofik’ ume ngokuzithemba,
Kuba kaloku uyayaz’ int’ oyenzayo.
Isizwe sibanjwe nguwe,
Ngezandl’ ezithembekiley’ ezinothando,
Kuba kaloku uthembekile wena.

Uyintonga entl’ egawulw’ ezizweni.
Ndisitsho nje, yinto yokuba wohlukile,
Wohlukile kwinto yonk’ endiyaziyo,
Kuba int’ endiyaziyo yile ndiyifundiswe nguwe,
Ngaphandle kwakho andazi nto.
Kodwa ndiyaz’ ukub’ andisayi kuntwyila.

Uma phambi kwabafundi ngesidima,
Okwenkunzi yesikhova ihlel’ emthini,
Kuba kaloku sona sinesidima ukodlul’ eziny’ iintaka.
Ungumama, ukwanguye notata,
Iimfundiso zakho ziluncedo kum,
Yiyo ke le nto ndisathi,
Uyintong’ entl’ egawulw’ emazweni.

Xa uthetha uyamanyelwa,
Kuba kwagama olithethayo libalulekile.
Nguwe kaloku oza noogqirha,
Ikwanguwe noza namagqwetha.
Unqabile umnt’ ofana nawe,
Wohlal’ uyintong’ entl’ egawulw’ ezizweni.

phezulu


NOT FOUND